Hayward Young & Co

You Are Viewing

A Blog Post

Disenfranchisement

 

Ndiyibon’ ilambile ngaphantsi kwaloo mbuso
Iliso liinyembezi umxhel’ ujacekile,
Ibe ingasakwazi nokuchasa imbuna.
Ithemba yimigudu ezond’ inkululeko
Kuba ndikubonile ukwenziwa komkhonzi
Kwinkatyana yedyokhwe.

by J J R Jolobe [8]

[7] Hertzog was the leader of the fused United National South African Party, made up of his National Party and Smuts’ South African Party (the Sappe).

[8] From the Xhosa poem “The making of a servant”, in Umyeso, 1936.